Skip to main content
18 December 2024

ILLEGAL DUMPING IS A CRIMINAL OFFENCE

Langeberg Municipality urges all residents to take a stand against illegal dumping to protect our environment and community. Dumping waste illegally harms our surroundings and leads to high cleanup costs, which ultimately burden taxpayers.

What Is Illegal Dumping?
Illegal dumping happens when people discard waste in open spaces, on sidewalks, or in stormwater channels instead of using proper disposal sites. This practice destroys plant and animal life, contaminates soil, and worsens our already limited water supply.

How You Can Make a Difference
• Dispose of waste responsibly by using legal dumping sites.
• Keep waste with you until you can dispose of it properly.

Teach the Next Generation
Parents play a key role in raising awareness. Teach children early that littering is not only harmful but also against the law. Cleaner neighbourhoods mean healthier, happier communities for everyone.

Hold Offenders Accountable
Langeberg Municipality’s Law Enforcement Unit investigates illegal dumping and issues penalties. If you provide details about an offender, such as their identity or evidence of their actions, the municipality can act. Fines for illegal dumping range from R1,500.00 to R3,000.00, depending on the case.

Report Illegal Dumping
Illegal dumping often goes unnoticed because it isn’t reported. Together, we can change that. If you spot someone dumping waste unlawfully:
• Write down key details, such as their address or vehicle registration number.
• Take photos as evidence, if it’s safe to do so.
• Report incidents to Langeberg Municipality’s 24/7 Emergency Call Centre at 0860 88 1111 or email This email address is being protected from spambots. You need JavaScript enabled to view it..

By disposing of waste responsibly and reporting incidents, you’re helping create a cleaner, safer Langeberg. Let’s work together to protect our environment and improve our quality of life.

----------------------------------------------------------------------------------------------------

ONWETTIGE STORTING VAN AFVAL IS 'N MISDAAD

Langeberg Munisipaliteit doen 'n beroep op alle inwoners om standpunt in te neem teen die onwettige storting van afval/vullis om ons omgewing en gemeenskap te beskerm. Die onwettige storting van afval benadeel ons omgewing en lei tot hoë skoonmaakkoste, wat uiteindelik belastingbetalers swaarder belas.

Wat is onwettige storting van afval?
Onwettige storting vind plaas wanneer mense afval in oop ruimtes, op sypaadjies of in stormwaterkanale weggooi in plaas daarvan om gebruik te maak van behoorlike stortingsterreine. Hierdie praktyk vernietig plant- en dierelewe, besoedel grond en vererger ons reeds beperkte watervoorraad.

Hoe kan jy 'n verskil kan maak:
• Wees verantwoordelik en gebruik wettige stortingsterreine om van afval ontslae te raak.
• Hou afval by jou totdat jy dit op die regte, wettige manier kan weggooi.

Opvoeding aan die volgende generasie
Ouers speel 'n sleutelrol in bewusmaking. Leer kinders vroegtydig dat rommelstrooi nie net skadelik is nie, maar ook teen die wet is. Skoner woonbuurte beteken gesonder, gelukkiger gemeenskappe vir almal.

Hou oortreders aanspreeklik
Langeberg Munisipaliteit se wetstoepassingseenheid ondersoek onwettige stortings en reik boetes uit. As jy besonderhede van 'n oortreder verskaf, soos hul identiteit of bewyse van hul onwettige optrede , kan die munisipaliteit teen hulle optree. Boetes vir onwettige storting wissel van R1 500.00 tot R3 000.00, afhangend van die tipe stortingsoortreding.

Rapporteer onwettige storting
Die onwettige storting van afval/vullis vind dikwels ongesiens plaas omdat dit nie aangemeld word nie. Saam kan ons dit verander. As jy iemand sien wat afval onwettig stort:
• Skryf sleutelbesonderhede neer, soos hul adres of voertuigregistrasienommer.
• Indien veilig, neem foto's as bewys.
• Rapporteer voorvalle by Langeberg Munisipaliteit se 24/7 Noodoproepsentrum by 0860 88 1111 of stuur e-pos na This email address is being protected from spambots. You need JavaScript enabled to view it..

Deur verantwoordelik van afval ontslae te raak en voorvalle aan te meld, help jy om ’n skoner, veiliger Langeberg te skep. Kom ons werk saam om ons omgewing te beskerm en ons lewenskwaliteit te verbeter.

------------------------------------------------------------------------------------

UKULAHLA INKUNKUMA NGOKUNGEKHO SEMTHETHWENI

UMasipala waseLangeberg ubongoza bonke abahlali ukuba bathathe inyathelo lokulwa nokulahla ngokungekho semthethweni kwenkunkuma ukukhusela indalo yethu noluntu lwethu. Ukulahla inkunkuma ngokungekho semthethweni konakalisa indawo esihlala kuyo kwaye kubangela iindleko eziphezulu zokucoca, ezithwala abahlawuli berhafu ekugqibeleni.

Yintoni Ukulahla Kwenkunkuma Ngokungekho Semthethweni? Ukulahla inkunkuma ngokungekho semthethweni kwenzeka xa abantu belahla inkunkuma kwiindawo ezivulekileyo eluntwini, ezindleleni, okanye kwizitishi zamanzi endalo endaweni yokusebenzisa iindawo zokulahla ezisemthethweni. Lo mkhwa wonakalisa izityalo nezilwanyana, ungcolisa umhlaba, kwaye uyonakalisa umthombo wethu wamanzi osele engqongophele.

Ungenza Njani Umahluko?
• Lahla inkunkuma ngokufanelekileyo usebenzisa iindawo zokulahla ezisemthethweni.
• Gcina inkunkuma kuwe ude uyilahle ngokufanelekileyo.

Fundisa Isizukulwana Esilandelayo Abazali badlala indima ebalulekileyo ekuphakamiseni ulwazi. Fundisa abantwana kwakamsinya ukuba ukulahla inkunkuma akonakalisi kuphela kodwa kukwaphula umthetho. Iindawo ezicocekileyo zithetha uluntu oluphilileyo nolonwabileyo luphela.

Bamba Abo Baphula Umthetho Icandelo lokuqinisekisa ugcino mthetho loMasipala waseLangeberg luphanda ukulahla ngokungekho semthethweni kwaye lunika izohlwayo. Ukuba unikezela ngolwazi malunga nomphuli-mthetho, njengobungqina okanye ubungqina bezenzo zabo, uMasipala unokuthatha amanyathelo. Izohlwayo zokulahla inkunkuma ngokungekho semthethweni ziqala kwi-R1,500.00 ukuya kwi-R3,000.00, kuxhomekeke kwimeko.

Xela Ukulahla Ngokungekho Semthethweni Ukulahla inkunkuma ngokungekho semthethweni kudla ngokungaqatshelwa kuba kungaxelwa. Sisonke, sinokutshintsha loo nto. Ukuba ubona umntu elahla inkunkuma ngokungekho semthethweni:
• Bhala phantsi iinkcukacha ezibalulekileyo, ezifana nedilesi yabo okanye inombolo yesithuthi.
• Thatha iifoto njengobungqina, ukuba kukhuselekile ukwenza njalo.
• Xela iziganeko kwiZiko loNxibelelwano loMasipala waseLangeberg elisebenza ngawo onke amaxesha ku-0860 88 1111 okanye uthumele umyalezo ngobuxhaka-xhaka balemihla This email address is being protected from spambots. You need JavaScript enabled to view it..

Ngokulahla inkunkuma ngokufanelekileyo kunye nokuxela iziganeko, unceda ukudala iLangeberg ecocekileyo, ekhuselekileyo. Masisebenzisaneni ukukhusela indalo yethu kunye nokuphucula umgangatho wobomi bethu.

Share